Jeremiah 44:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandituma kuni zonke izicaka zam abaprofite, ndivuka kusasa ndizituma, ndisiti: Zeningayenzi ke lento ebuntshontsho endiyitiyayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndathumela kuni bonke abakhonzi bam abaprofeti, ndibathuma ndivuka kusasa, ndisithi, Musani ukukha niyenze le nto ingamasikizi, ndiyithiyileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndathumela kuni bonke abakhonzi bam, abaprofeti, ndavuka kusasa, ndabathuma, ndathi, Musani ukuwenza la masikizi, ndiwathiyileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndaphindelela ukunithumela bonke abakhonzi bam abashumayeli, ukuze banibongoze bathi: “Musani ukulenza isikizi endilicekisa kakhulu!”