Jeremiah 44:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abapulapulanga noko, abatobelanga indlebe yabo kanjalo, ukuguquka kuyo inkohlakalo yabo, ukuba bangaqu̔miseli otixo bambi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Noko ke abevanga, abayithobanga indlebe yabo, ukuba babuye ebubini babo, bangaqhumiseli thixweni bambi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa abevanga, abazinqumla iindlebe zabo, ukuba babuye ebubini babo, ukuze isiqhumiso sinyuke siye thixweni bambi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Koko abazange bahoye, àbafuna kuphulaphula. Bala ukwahlukana nemikhwa yabo emibi nokuyeka ukwenzela izithixo iziqhumiso.