Jeremiah 46:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yinina lento amaṙoti ako akukulisiwe? Akema, ngokuba uyehova ewapenule.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yini na ukuba ziqwelwe iimbalasane zakho? Azimanga, ngokuba uYehova uzingqulile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yini na ukuba atshabalale amagorha akho? abazange bayeke, kuba uYehova wayebagxothile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yini na ukuba amakhalipha akho akhahlelwe phantsi? Akanakuma, kuba uNdikhoyo uwathe ntlithi, aya kuwa.