Jeremiah 46:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baya kuhlahla ihlati layo, utsho uyehova, nangona lingapandekiyo; ngokuba bebaninzi pezu kwenkumbi, ewe, abanakubalwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bagawula ihlathi layo, utsho uYehova, nokuba lithe shinyi;ngokuba baninzi ngaphezu kweenkumbi, abanakubalwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baya kuligawula ihlathi lakhe, utsho uYehova, nangona lingayi kugocwagocwa; ngokuba baninzi ngaphezu kweenkumbi, nakuba bengabalwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Luya kuligeca liphele elo hlathi lakho lishinyeneyo.” Lowo ngumlomo kaNdikhoyo. “Akamaninzi – yinyambalala engenakubalwa oku kweenkumbi.