Jeremiah 48:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
U‐Mowabi udanisiwe, ngokuba etiwe shwaqe; lila, ukale; xelani e‐Arenone, ukuba u‐Mowabi ucitiwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UMowabhi uhlazekile, ngokuba uqhiphuke umbilini;bhombolozani nikhale; xelani eArnon, nithi, Ubhuqiwe uMowabhi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uneentloni uMowabhi; lilani, lilani; Xelelani iArnon ukuba uphangiwe uMowabhi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMowabhi uhlazekile kuba ubhukuqiwe. Yenzani isijwili nikhale, nazise abahlala ngaseArnon, nithi: ‘UMowabhi ubhuqiwe.’