Jeremiah 48:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ebengeyinto yokugculelwa kuwe na u‐Sirayeli? ebefunyanwa pakati kwamasela na? ngokuba nxa ubusukuba uteta ngaye, wahlunguzela intloko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayengeyintlekisa na kuwe uSirayeli? Wayefunyenwe phakathi kwamasela, kusini na, ukuba uhlunguzele intloko, xa sukuba ubuthetha ngaye?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayengeyintlekisa na kuwe uSirayeli? Wafunyanwa phakathi kwamasela na? kuba oko nithetha ngaye, umke evuya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kanene uSirayeli wayengesosigculelo senu na? Wakha wabanjwa namasela na uSirayeli sele nihlunguzela iintloko nje xa nithetha ngaye?