Jeremiah 48:42 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba u‐Mowabi eya kutshatyalaliswa angabi ngabantu, ngokokuba ezenze mkulu ngakuye uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
atshabalale uMowabhi, angabi ngaba ntu, ngokuba ebezikhulisile kuYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uMowabhi uya kutshatyalaliswa angabi saba luhlanga, ngenxa yokuba uqhayise ngoYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMowabhi uza kuphanziswa angabi saba sisizwe, kuba eziphakamisile phambi koNdikhoyo.