Jeremiah 49:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ewe, i‐Edome yoba yingcitakalo; bonke abadlulayo ngakuyo boti nqa, benze amakwelo pezu kwazo zonke izibetwa zayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uya kuba ngummangaliso uEdom; bonke abadlula kuye baya kumangaliswa, benze umsondlo, ngenxa yokubethwa kwakhe konke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uEdom abe yintlango; bonke abadlulayo baya kumangaliswa, bengcikive bonke ubugwenxa bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Uya kuba sisothuso uEdom. Bonke abadlulayo baya kuthi makatha, baphoxise ngenxa yokubhukuqwa kwakhe.