Jeremiah 49:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngenxa yentlokoma yokuwa kwabo umhlaba uyangcangcazela; isikalo intlokoma yaso iyavakala elwandle olubomvu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ihlabathi liyanyikima sisithonga sokuwa kwabo; isandi sokukhala kwabo sivakala eLwandle oluBomvu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ihlabathi liyanyikima sisithonga sokuwa kwabo; isandi sokukhala kwabo sivakala eLwandle oluBomvu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ihlabathi liya kunyikima sisithonga sokuwa kwabo. Isandi sokukhala kwabo siya kuvakala de kuye kutsho kuLwandle oluBomvu.