Jeremiah 5:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nyukani pezu kwendonga zayo, nitshabalalise, kodwa ningenzi ukugqitywa noko: susani amagatya ayo, ngokuba engengawo a kayehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nyukani ezindongeni zayo, nonakalise; kodwa ningagqibeli kuphele; susani amasebe ayo, ngokuba engengakaYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nyukani ezindongeni zayo, nonakalise; kodwa akupheli; susa amacala ayo; ngokuba àbabakaYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngena usivuthulule isidiliya sakhe, kodwa ungasibhuqi sonke. Wasuse amasebe aso, kuba aba bantu abangabo abakaNdikhoyo.