Jeremiah 5:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
abaprofite boba ngumoya, ngokuba ilizwi lingeko kubo; kuya kwenziwa njalo kubo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
abaprofeti baya kuba ngumoya; othethayo akakho kubo;makwenjiwe njalo kubo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
abaprofeti baya kuba ngumoya, kungabikho lizwi kubo; kuya kwenziwa kubo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bona abashumayeli ngumoya nje; ilizwi alikho kubo. Maseliba ngabo abahlelwa yile ntlekele.”