Jeremiah 5:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umpongolo waso unjengencw̔aba elivulekileyo; bonke abaso bangamagoṙa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umphongolo walo unjengengcwaba elivulekileyo; bonke bephela bangamagorha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Indlu yabo injengengcwaba elivulekileyo, bonke bephela bangamagorha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Isingxobo seentolo zabo sinjengengcwaba elivulekileyo; zizigantsontso zamagorha amajoni abo!