Jeremiah 5:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nokuba baya kuti: Ehleli nje uyehova! bayafunga ngobuxoki noko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nokuba bathi, Ehleli nje uYehova, boba bafunga bexoka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nokuba bangathi: “NgoYehova ophilayo! okunene bafunga ubuxoki.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nokuba bangade bafunge bathi: ‘Ndifung' uNdikhoyo,’ bafunga ubuxoki.”