Jeremiah 5:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
abaprofite bayaprofitesha ngobuxoki, nabaperisite banobukosi pantsi kwabo; bati abantu bam batande ukuba kube njalo; kodwa niya kwenza nto nina ekupeleni kwako oko?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
abaprofeti baprofeta ngobuxoki, nababingeleli banobukhosi ngezandla zabo; abantu bam ke bathanda ukuba kube njalo. Niya kuthini na ke ekupheleni kwako oko?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abaprofeti baprofeta ubuxoki, nababingeleli banobukhosi ngamandla abo; kwaye abantu bam bangathanda ukuba kube njalo; uya kwenza ntoni na ekupheleni kwayo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abashumayeli bashumayela ubuxoki; ababingeleli bona bakhokela ngokwentando yabo, kanti nabantu bam bayakholwa yiloo nto. Kodwa nothini ngomhla wokugqibela?”