Jeremiah 50:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngenxa yomsindo kayehova ayiyi kumiwa, koko iya kuba yingcitakalo ipela; bonke abadlulayo ngakuyo i‐Babilone boti nqa, benze amakwelo pezu kwazo zonke izibetwa zayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngenxa yoburhalarhume bukaYehova ayisayi kumiwa; kuya kuba senkangala kuyo yonke iphela. Bonke abadlulayo eBhabheli baya kumangaliswa, benze umsondlo ngenxa yokubethwa kwayo konke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yomsindo kaYehova ayisayi kumiwa, kodwa iya kuba yinkangala ephanzileyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenxa yengqumbo kaNdikhoyo uya kuba sisixeko esingamiwa bani, indawo eyinkangala mpela. Bonke abadlulayo eBhabeli baya kothuka, bathi khumnqa ngenxa yokubhukuqwa kwayo.