Jeremiah 50:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zicwangciseni ngakuyo i‐Babilone ngokungqonga, nonke nina batyedayo isipeta! yitoleleni, ningavimbi intolo; ngokuba yonile ngakuye uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yakheleni uluhlu iBhabheli ngeenxa zonke, nonke batyedi besaphetha; tolani kuyo, ningashiyi lutolo; ngokuba yonile kuYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zingcwaliseleni imfazwe neBhabheli yonke indawo; bonke abazingelayo utshaba bayamzingela, abangaziyeki utolo; ngokuba wonile kuYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Yakhani uhlelo, niyingqinge iBhabheli, nina nonke batyedi besaphetha. Tolani nitsho kuyo, ningashiyi lutolo, kuba imonile uNdikhoyo.