Jeremiah 50:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko amadodana ayo aya kuwa ezitarateni zayo, nawo onke amadoda okulwa ayo obujiswa ngomhla lowo, utsho uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngako oko aya kuwa ezitratweni zayo amadodana ayo, athi shwaka ngaloo mini onke amadoda ayo okulwa; utsho uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngako oko amadodana ayo aya kuza ezitratweni, onke amagorha ayo anqunyulwe ngaloo mini; utsho uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ngoko amadodana ayo aya kuwa ezitalatweni, amajoni ayo aphele loo mini.” Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.