Jeremiah 50:38 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukwoma kupezu kwamanzi ayo, aeya kutsha; ngokuba lilizwe lemifanekiso eqingqiweyo elo, bayagezela amadalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukubalela makuwafikele amanzi ayo, ukuba atshe. Ngokuba lilizwe lemifanekiso eqingqiweyo; bazigezise ngezinto ezothusayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukubalela makuwafikele amanzi alo; baya kubuna, ngokuba lilizwe lemifanekiso eqingqiweyo, abayithandayo nemifanekiso yabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukubalela makuwafikele amanzi ayo, asuke atshe. Kuba kaloku ililizwe lemifanekiso yezithixo, izithixo eziya kutsho zigeziswe kukothuka.