Jeremiah 51:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Badolile abantu bonke bengenakwazi; badanele umfanekiso bonke abatyityishi: ngokuba umfanekiso otyityishiweyo wake ububuxoki; akuko umoya kuyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uba sisityhakala wonke umntu engenakwazi, udaniswa wonke umnyibilikisi wegolide, ngenxa yomfanekiso oqingqiweyo; ngokuba umfanekiso wakhe otyhidiweyo bubuxoki, awunamoya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Elowo udela okwakhe ukwazi; Wonke umkhohlisi udaniswa ngumfanekiso oqingqiweyo, ngokuba umfanekiso wakhe ubuxoki, awunamoya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Bonke ziziyatha ezingenalwazi; ingcibi yegolide iyahlazeka ngenxa yemifanekiso eyiqingqileyo. Imifanekiso yayo eyityhidileyo bubuxoki – kaloku ayinawo umphefumlo.