Jeremiah 51:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kutuma e‐Babilone abeli, abaya kuyela, balenze zé ilizwe layo: ngokuba beya kuba ngakuyo ngokungqonga ngomhla welishwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kuthumela eBhabheli abasemzini, abaya kuyela; balithi qongqololo ilizwe layo; ngokuba boyifikela ngeenxa zonke ngemini yobubi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
yaye ndiza kuthumela abaxhasi eBhabhiloni abaya kuyivuthela nelize nelizwe layo; ngokuba bomngqonga ngemini yentlekele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kuthumela eBhabheli abantu bokwela abaya kuyivuthulula baliphanzise ilizwe layo. Baya kuyifikela macala onke ngomhla wentlekele.