Jeremiah 51:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wena ungumvinqikazi wam, izixo̔bo zokulwa zam: ngokuba ngawe ndiya kucita izizwe, nangawe ndotshabalalisa izikumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wena usisixengxe sam, usisikrweqe sam sokulwa. Ndiya kuzihlekeza ngawe iintlanga, ndizonakalise ngawe izikumkani;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wena usisixengxe sam, usisikrweqe sam sokulwa; ngokuba ndiya kuzihlekeza ngawe iintlanga, ndizonakalise ngawe izikumkani;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Nguwe, Bhabheli, ibhunguza lam; usisikrweqe sam sokulwa. Ndiya kuzihlekeza ngawe iintlanga, ndizonakalise ngawe izikumkani.