Jeremiah 51:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kungayi kususwa kuwe ilitye legumbi, nelitye lemisekelo; koko uya kuba yingcitakalo engunapakade, utsho uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kungathatyathwa litye lambombo kuwe, nalitye laziseko; ke uya kwenziwa kube senkangala ngonaphakade; utsho uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
abayi kuthabatha kuwe ilitye lembombo, nalitye lasiseko; kodwa uya kuba yintlango ukusa kwixesha elingenammiselo,” utsho uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akukho litye lokwakha ikona eliya kuthathwa kuwe, kungekho litye lasiseko liya kucholwa kuwe, kuba uya kuba yinkangala ngonaphakade.” Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.