Jeremiah 51:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nokuba amazibuko atinjiwe, nengcongolo bazitshisile ngomlilo; nokuba amadoda okulwa abetwe livuso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amazibuko avingciwe, amadike atshe ngumlilo, amadoda okulwa akhwankqisiwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zema izitrato, ingcongolo isitsha ngumlilo, namagorha ankwantya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
besithi amazibuko avingciwe, iingcongolo ezingasesizibeni somlambo zantunyekwa umlilo, asuka amajoni ankwantya luloyiko.”