Jeremiah 51:38 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baya kugquma ndawonye njengengonyama; baya kukonya njengamatole engonyamakazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke bephela bangabharhula njengeengonyama ezintsha, bangavungama njengamathole engonyamakazi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zibharhula kunye njengengonyama, zibhomboloza njengamathole engonyama.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu bayo xa bebonke bagquma njengeengonyama, babharhula njengamathole eengonyamakazi.