Jeremiah 51:53 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nangona i‐Babilone ibiya kukwela kwa sezulwini, ewe nangona ibiya kunqabisa indawo epezulu yamandla ayo, baya kuza kuyo abacitakalisi bevela kum, utsho uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nokuba iBhabheli ithe yenyuka yaya ezulwini, nokuba ithe yayinqabisa indawo ephezulu, inqaba yayo, ababhuqi bayo baya kuphuma kum; utsho uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nokuba iBhabheli ithe yenyuka yaya ezulwini, nokuba ithe yomelela inqaba yayo, abangendawo bosuka bayifikele, bephuma kum; utsho uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Nokuba iBhabheli ithe yaphakama yaya kufikelela ezulwini, nokuba iyinqaba ephakamileyo neyomeleleyo kangangoko, ndiya kuyithumela umbhukuqi.” Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.