Jeremiah 51:60 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Jeremiya waba̔la lonke ilishwa eliya kuza pezu kwe‐Babilone encwadini, onke lamazwi aba̔liweyo ngakuyo i‐Babilone.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYeremiya wabubhala encwadini bonke ububi obuya kuyifikela iBhabheli, onke la mazwi abhaliweyo ngeBhabheli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYeremiya wabubhala encwadini bonke ububi obuya kuza eBhabheli, onke la mazwi abhaliweyo eBhabheli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJeremiya wabubhala encwadini enye bonke ububi obuya kuyifikela iBhabheli (konke okusekubhaliwe malunga neBhabheli)