Jeremiah 51:61 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Jeremiya ku‐Seraya: Nxa ufikayo e‐Babilone, uwabone, uwaleseshe onke lamazwi,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke uYeremiya kuSeraya, Wakufika eBhabheli, khangela onke lamazwi, uwalese.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYeremiya waqhubeka wathi kuSeraya: “Ukuba uthe wafika eBhabhiloni waza wabona, wawafunda onke la mazwi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza wathi kuSeraya: “Wakufika eBhabheli nakanjani na uze uwafunde ngokuvakalayo onke la mazwi.