Jeremiah 52:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza ukumkani we‐Babilone wababulala onyana baka‐Zedekiya pambi kwamehlo ake; kanjalo nazo zonke inkosana zakwa‐Juda wazibulala e‐Ribela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukumkani waseBhabheli wabasikela oonyana bakaZedekiya emehlweni akhe; nabathetheli bonke bakwaYuda wabasikela eRibhela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukumkani waseBhabheli wababulala oonyana bakaZedekiya ekhangele; Kananjalo wazibulala zonke iinkosana zakwaYuda eRibhela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Apho eRibhela ukumkani waseBhabheli wababulala oonyana bakaZedekiya ekhangele, wazibulala nazo zonke iziphathamandla zakwaJuda.