Jeremiah 52:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa amahlwempu elizwe wawasalisa inxenye n‐Nebuzaradane inkosi yomlisela, abe ngabalimi bemiti yeveyine, nabaku̔beli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke uNebhuzaradan, umthetheli wabasiki, wasalisa kwizisweli zelizwe, ukuze zibe ngabasebenzi bemidiliya nabalimi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke uNebhuzaradan umthetheli wabasiki, wabashiya abazizisweli belizwe, ukuba babe ngabalimi nabalimi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke ingqwayi-ngqwayi leyo yabashiya abanye abantu abangamahlwempu, ukuze basebenze amasimi nezidiliya.