Jeremiah 52:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
aba wabatabata u‐Nebuzaradane inkosi yomlisela, wabazisa kuye ukumkani we‐Babilone e‐Ribela:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabathabatha abo uNebhuzaradan, umthetheli wabasiki, wabasa eRibhela, kukumkani waseBhabheli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabathabatha ke uNebhuzaradan umthetheli wabasiki, wabasa kukumkani waseBhabheli, eRibhela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bonke ke uNebhuzaradan wabathatha waya nabo kukumkani waseBhabheli eRibhela.