Jeremiah 52:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
waza ukumkani we‐Babilone wababeta, wababulala e‐Ribela elizweni le‐Hamati. Kwa njalo o‐Juda bafuduswa emhlabeni wabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabaxabela ukumkani waseBhabheli, wababulala eRibhela ezweni laseHamati. Afuduswa ke amaYuda emhlabeni wawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukumkani waseBhabhiloni waboyisa waza wababulala eRibhela kwilizwe laseHamati. Ngoko uYuda wathinjwa wemka kwilizwe lakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Khona apho eRibhela kwelaseHamati ukumkani lowo wathi mababulawe. Ngaloo ndlela ke amaJuda afuduselwa ekuthinjweni, ahlukana nelizwe lakowawo.