Jeremiah 52:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ngayo ingqumbo kayehova kweza oku pezu kwe‐Yerusaleme napezu kwo‐Juda, wada wabalahla ebusweni bake, ukuba u‐Zedekiya wavukela ngakuye ukumkani we‐Babilone.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ngenxa yomsindo kaYehova kwenzeka oko eYerusalem nakwaYuda, wada wabalahla ebusweni bakhe. UZedekiya wamana egwilika kukumkani waseBhabheli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi ngenxa yomsindo kaYehova kwenzeka eYerusalem nakwaYuda, wada wabagxotha ebusweni bakhe, kangangokuba uZedekiya wamvukela ukumkani waseBhabhiloni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kungenxa yengqumbo kaNdikhoyo ukuba uJuda neJerusalem bahlelwe yile ntlekele, bade ekugqibeleni ke bagxothwa phambi kwakhe. UZedekiya ke wavukelana nokumkani waseBhabheli.