Jeremiah 52:34 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nesabelwa sake sokutya, kwanikwa kuye isabelwa sokutya esifuti sivela kukumkani we‐Babilone, into yemini ngemini yayo, kwada kwangumhla wokufa kwake, yonke imihla yokudla kwake ubomi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umxhesho wakhe, umxhesho wamaxesha onke, wawunikwa, uvela kukumkani waseBhabheli, into yemini ngangemini yayo, kwada kwayimini yokufa kwakhe, yonke imihla yokuphila kwakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umphako wakhe wawunikwa imihla ngemihla, kukumkani waseBhabheli, kwada kwayimini yokufa kwakhe, yonke imihla yobomi bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani lowo ke wathi rhoqo ukumnika umxhesho uJoyakin, loo nto eyenza imihla ngemihla ngabo bonke ubomi bukaJoyakin.