Jeremiah 52:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Saye isixeko sisekuvingcelekeni kwada kwangumnyaka weshumi elinamnye wokumkani u‐Zedekiya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wangqingwa ke umzi, kwada kwaba ngumnyaka weshumi elinamnye wokumkani uZedekiya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wangqingwa ke umzi, kwada kwangumnyaka weshumi elinamnye wokumkani uZedekiya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sahlala singqingiwe njalo ke isixeko eso yada yangunyaka weshumi elinanye kakumkani uZedekiya.