Jeremiah 52:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa impi yama‐Kaledine yamputuma ukumkani, yamfumana u‐Zedekiya ematafeni ase‐Jeriko, nayo yonke impi yake icitiwe kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Impi yamaKaledi yamsukela ukumkani, yamfumana uZedekiya ezinkqantosini zaseYeriko; yonke impi yakhe yamphalala, yemka kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umkhosi wamaKaledi wamsukela ukumkani, wamthimba uZedekiya ezinkqantosini zaseYeriko; yaphangalala yonke impi yakhe, yemka kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke umkhosi wamaKaledi wasukelisa, waza wamfumana uZedekiya nomkhosi wakhe wonke xa wayesesentilini yaseJeriko. Wahlukaniswa nomkhosi lowo, wona wasarhaka,