Jeremiah 6:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Izindlu zabo ziya kujikiselwa kwabanye, amasimi nabafazi kwa kunye: ngokuba ndiya kwolula isandla sam pezu kwabemi belizwe, utsho uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ziya kugqithela kubambi izindlu zabo, amasimi nabafazi kunye; ngokuba isandla sam ndisolula phezu kwabemi belizwe;utsho uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ziya kugqithela kubambi izindlu zabo, namasimi abo nabafazi babo kunye; kuba ndiya kusolula isandla sam nxamnye nabemi belizwe,” utsho uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Imizi yabo yothathwa bantu bambi, ngokunjalo amasimi nabafazi babo, xa ndibohlwaya abantu beli lizwe.” Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.