Jeremiah 6:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ningapumeli endle, ningahambi endleleni kanjalo; ngokuba utshaba lunesiṙele, isoyikiso singamacala onke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Musani ukuya emasimini, ningahambi ngendlela: ngokuba utshaba lunekrele, kunxunguphala ngeenxa zonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musani ukungena entsimini, ningahambi ngendlela; ngokuba ikrele lotshaba liyijikelezile;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Musa ukuphumela ngaphandle, ungakhe ubonwe ezindleleni, kuba utshaba luxhobile; lunxunguphalo macal' onke.