Jeremiah 6:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Imfuto itshisiwe, ilode igqityiwe ngumlilo; umcokisi ufumana ecokisa, ngokuba abakohlakeleyo bengakunyulwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Itshe ngumlilo imfutho, isekupheleni ilothe; bafumana benyibilikisa banyibilikise; abenzi bobubi abahlengeki.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukufudumala kutshiswa ngumlilo, ilothe itshiswa ngumlilo; unyibilikela phantsi umnyibilikisi, ngokuba ongendawo akakhululwa ngentlawulelo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Imfutho ivuthela umlilo wokunyibilikisa ilothe. Uyawenza umsebenzi wakhe umkhandi, kodwa yonke loo nto lilize, kuba zona izikhohlakali azipheli.