Jeremiah 6:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baya kubizwa ngokuti yisilivere elahliweyo; ngokuba uyehova ebalahlile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bayisilivere ecekisiweyo, ukubizwa kwabo, ngokuba uYehova ebacekisile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abantu baya kubabiza ngokuba yisilivere edelekileyo, ngenxa yokuba uYehova ebacekisile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuthiwa abantu bayintlenge yesiliva, kuba uNdikhoyo ubabukule.”