Jeremiah 6:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lungisani ukulwa ngakuyo; sukani, sinyuke emini enkulu: hai usizi lwetu! ngokuba imini isangene, ngokuba amatunzi okuhlwa olukile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yingcwaliseleni imfazwe; sukani nime, sinyuke emini enkulu.Athi ke thina! Imini iza kusangana, ngokuba amathunzi okuhlwa ayoluka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yingcwaliseleni imfazwe; vuka, sinyuke emva kwemini. Yeha ke thina! kuba imini iyemka, kuba amathunzi angokuhlwa asankenteza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Zigonyeni, niqulele imfazwe, sihlasele esi sixeko ilanga lisahlab' umhlaba. Hayi bo! Amathunz' awile, imini selisangene!