Jeremiah 7:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nize noko na, nime pambi kwam kulendlu, ebizwayo ngegama lam, niti: Sikululwe; ukuze nizenze zonke ezizinto ezibuntshontsho nje?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nize ke nime phambi kwam kule ndlu, ibizwa ngegama lam, nithi, Sihlangulwe; ukuze nenze la masikizi onke?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nothi ke nime ngakum kule ndlu ibizwa ngegama lam, nisithi, Sinikelwe ukuba senze onke la masikizi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kanti noko niza apha kule ndlu ibizwa ngegama lam, nifike nithi: ‘Sisindile!’ Nisinde ukuze nenze la manyundululu?