Jeremiah 7:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba bendingateti noyihlo benu, bendingabayaleli kanjako, emhleni ndabanyusayo elizweni le‐Jipete, ngendawo zamadini okutshiswa nemibingo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba andithethanga nooyihlo, andibawiselanga methetho ngeendawo zamadini anyukayo nemibingelelo, mini ndabakhuphayo ezweni lamaYiputa;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba andizange ndithethe nookhokho benu yaye andizange ndibawisele umthetho ngomhla wokubakhupha kwam ezweni laseYiputa ngokuphathelele iminikelo etshiswayo okanye imibingelelo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku mhla ndabakhuphayo eJiputa ookhokho benu into endayithethayo kubo ayibanga yimimiselo ngokwenza amadini kunye namadini atshiswayo.