Jeremiah 7:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuselokwalomhla bapumayo oyihlo benu elizweni le‐Jipete, kwada kwanamhla nje, nditumile kuni zonke izicaka zam abaprofite, imihla ngemihla ndivuka kusasa nje ndizituma.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kususela kwalaa mini baphuma ngayo ooyihlo ezweni lamaYiputa unanamhla, ndabathumela kuni bonke abakhonzi bam, abaprofeti, ndibathuma imihla ngemihla kwakusasa;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukususela kwimini abaphuma ngayo ookhokho benu ezweni laseYiputa de kube namhla, ndibathumele kuni bonke abakhonzi bam, abaprofeti, ndivuka ekuseni yonke imihla, ndize ndibathumele kuni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ukususela mhla baphuma eJiputa, kude kube ngoku, ndisoloko ndithuma izicaka zam abashumayeli kuni imihla ngemihla.