Jeremiah 7:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abapulapula kum noko, abatoba indlebe yabo kanjako, kodwa bayenza lukuni intamo yabo; benza ngokukohlakeleyo ngapezu kwoyise babo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ke abaphulaphula kum, abayithoba indlebe yabo; bayenza lukhuni intamo yabo, benza okubi kunooyise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke abaphulaphula kum, abazinqumla iindlebe zabo, bazenza lukhuni iintamo zabo; benze okubi kunooyise.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe aba bantu abandiphula-phulanga, abandihoya nokundihoya; suka baqaqadeka, benza ububi nangaphezu kooyise-mkhulu.