Jeremiah 7:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba usapo luka‐Juda lwenzile okukohlakeleyo emehlweni am, utsho uyehova: lubekile izinto zalo ezibuntshontsho kulondlu ibizwayo ngegama lam, ukuyinco̔lisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba oonyana bakaYuda benze into embi emehlweni am, utsho uYehova; babeke izinto zabo ezinezothe endlwini elibizelwa phezu kwayo igama lam, ukuze bayenze inqambi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba oonyana bakaYuda benze ububi emehlweni am, utsho uYehova; babeke izinto zabo ezinezothe endlwini ebizwa ngegama lam, ukuze bayenze inqambi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Abantu bakwaJuda benze into embi.” Lowo ngumlomo kaNdikhoyo. “Bamise izithixo zabo ezinezothe endlwini yam, bayixabhela.