Jeremiah 7:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nezidumbu zababantu zoba kukutya ezintakeni zezulu nasezilweni zomhlaba, kungeko ozitusayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Izidumbu zaba bantu ziya kuba kukudla kweentaka zasendle nokwezilo zelizwe, kungabikho bani uziphekuzayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Izidumbu zaba bantu ziya kuba kukudla kweentaka zezulu nokwezilo zelizwe; kwaye akukho bani uya kubakrazula.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
izidumbu zolu hlanga zibe kukutya kweentaka namarhamncwa, angagxothwa bani.