Jeremiah 7:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko, ukuba niya kulungisa ngenyaniso indlela zenu nezenzo zenu; ukuba niya kwenza ngenyaniso okufanelekileyo pakati kwomntu nommelwane wake;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Okanye ukuba nithe nazilungisa nizilungisa iindlela zenu nezenzo zenu; ukuba nithe nakwenza nikwenza okusesikweni phakathi komntu nommelwane wakhe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba, ukuba nithe naziguqula iindlela zenu neentlondi zenu, ukuba nithe naziguqula ngokupheleleyo; xa ugweba ngokugqibeleleyo phakathi komntu nommelwane wakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kodwa ukuba niyayilungisa ngenene ihambo yenu, ngokunjalo nezenzo zenu, naza nenza ubulungisa omnye komnye,