Jeremiah 8:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Sakangela uxolo, kodwa bekungeko okulungileyo; sakangela ixesha lempiliso, kodwa nasi isituso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Besithembe uxolo, akwabakho nto ilungileyo: besithembe ixesha lokuphiliswa, nanko ikukudandatheka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Besithembe uxolo, akwabakho nto ilungileyo; nangenxa yexesha lokuphiliswa, kwaye yabona, kukho ukubandezeleka!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Besilindele inzolo, suka kwavela ububi; besijonge ukuphiliswa, nako kuvela unxunguphalo.