Jeremiah 8:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba, bona ke, ndiya kuzituma pakati kwenu inyoka, ibasiliske, ezingenakunyangwa; zaziya kuniluma, utsho uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba, yabonani, ndithumela phakathi kwenu iinyoka, amarhamba angenakukhafulwa, anilume; utsho uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba, yabonani, ndithumela phakathi kwenu iinyoka, imilomo engenakukhafulwa, zinilume; utsho uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ndiza kunithumela iinyoka ezinobuhlungu, amarhamba angenakwenziwa mbuna, anilume.”