Jeremiah 8:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ixesha lokuvuna lidlulile, ihlobo lipelile, kanti tina asisindiswanga noko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuvuna kudlule, ihlobo liphelile, thina ke asikasindiswa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuvuna kudlule, ihlobo lidlule, yaye asikasindiswa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu bona bathi: “Sekugqityiwe ukuvunwa, nehlobo sele lidlule, kodwa ke thina asikasindiswa.”